The African National Congress celebrated 100 years of existence yesterday.
I am proud of the party for making it this far and for the changes they helped bring about to our country.
I am thankful to all the people within the political party and not, within South Africa and abroad for helping free this country from its woes.

I hope we as Azania get better and better.

We have come from far, and there’s still a way to go, but it is not impossible

http://nanakofiacquah.blogspot.com/

Nkosi Sikelel’ iAfrika – Original Xhosa Version
(http://www.endarkenment.com)

    Nkosi, sikelel’ iAfrika;
    Malupakam’upondo lwayo;
    Yiva imitandazo yetu
    Usisikelele.


    Yihla Moya, Yihla Moya,
    Yihla Moya Oyingcwele

    Sikelela iNkosi zetu;
    Zimkumbule umDali wazo;
    Zimoyike zezimhlouele,
    Azisikelele.

    Sikelel’ amadol’ esizwe,
    Sikelela kwa nomlisela
    Ulitwal’ilizwe ngomonde,
    Uwusikilele.

    Sikelel’amakosikazi;
    Nawo onk’amanenekazi;
    Pakamisa wonk’umtinjana
    Uwusikilele.

    Sikelela abafundisi
    Bemvaba zonke zelilizwe;
    Ubatwese ngoMoya Wako
    Ubasikelele.

    Sikelel’ulimo nemfuyo;
    Gxota zonk’indlala nezifo;
    Zalisa ilizwe ngempilo
    Ulisikelele

    Sikelel’amalinga etu
    Awomanyana nokuzaka,
    Awemfundo nemvisiswano
    Uwasikelele.

    Nkosi Sikelel’ iAfrika; 
    Cima bonk’ ubugwenxa bayo
    Nezigqito, nezono zayo
    Uyisikelele